2 Ookumkani 13:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wawababala, wasikwa yimfesane ngawo, wawabheka ngenxa yomnqophiso wakhe noAbraham noIsake noYakobi; àkavuma ukuwonakalisa nokuwalahla ebusweni bakhe unangoku.

2 Ookumkani 13

2 Ookumkani 13:16-25