2 Ookumkani 13:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uElisha wayesifa sisifo awayeza kufa siso. Wehla uYehohashe ukumkani wakwaSirayeli, waya kuye, walila phambi kwakhe, wathi, Bawo, bawo, nqwelo yokulwa yakwaSirayeli nabamahashe bakhe!

2 Ookumkani 13

2 Ookumkani 13:10-16