2 Ookumkani 12:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukumkani uYowashe wambiza uYehoyada umbingeleli nabanye ababingeleli, wathi kubo, Yini na ukuba ningazitywini iintanda zendlu? Ke ngoko maningabi sathabatha mali kwabazana nani; yinikeleleni ukutywina iintanda zendlu.

2 Ookumkani 12

2 Ookumkani 12:1-10