2 Ookumkani 12:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngelo xesha uHazayeli ukumkani wakwa-Aram* wenyuka waya kulwa neGati, wayithimba. UHazayeli wabubhekisa ubuso bakhe ukuba enyuke aye eYerusalem.

2 Ookumkani 12

2 Ookumkani 12:8-21