2 Ookumkani 12:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babengabalelani namadoda, ababeyinikela ezandleni zawo imali leyo, ukuba ahlawule abenzi bomsebenzi; ngokuba abesebenza enyanisekile.

2 Ookumkani 12

2 Ookumkani 12:7-21