2 Ookumkani 11:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wesixhenxe uYehoyada wathumela, wathabatha abathethelimakhulu basebancinithini nabasezigidimini, wabazìsa kuye endlwini kaYehova. Wabamisela umnqohiso, wabafungisa endlwini kaYehova, wababonisa unyana wokumkani.

2 Ookumkani 11

2 Ookumkani 11:1-7