2 Ookumkani 11:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uYoshebha, intombi yokumkani uYehoram, udade boAhaziya, wamthabatha uYowashe unyana ka-Ahaziya, wamba phakathi koonyana bokumkani ababulawáyo, wamsa yena nomondli wakhe egumbini lokulala, bamfihla kuAtaliya, ukuba angàbulawa.

2 Ookumkani 11

2 Ookumkani 11:1-6