2 Ookumkani 11:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wakhangela, nanko ukumkani emi endaweni ephakamileyo ngokwesiko, nabathetheli nabavutheli ngamaxilongo bengakukumkani; abantu bonke belizwe bevuya, bevuthela amaxilongo. Wazikrazula iingubo zakhe uAtaliya, wakhala wathi, Licebo!

2 Ookumkani 11

2 Ookumkani 11:8-21