2 Ookumkani 10:35-36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) UYehu walala kooyise, wangcwatyelwa kwaSamari. UYehowahazi, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.