2 Ookumkani 10:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wangena uYehu noYehonadabhi, unyana kaRekabhi, endlwini kaBhahali, wathi kubakhonzi bakaBhahali, Funisisani nikhangele, hleze kubekho kuni apha omnye wakubakhonzi bakaYehova; mayibe ngabakhonzi bakaBhahali bodwa.

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:20-27