2 Ookumkani 10:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehu wathumela kumaSirayeli onke; beza bonke abakhonzi bakaBhahali, kwada akwasala namnye ungezanga. Bangena endlwini kaBhahali, bayizalisa indlu kaBhahali, kwathabathela kwelinye icala kwesa kwelinye.

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:13-29