2 Ookumkani 1:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke isithunywa sikaYehova sasithethile kuEliya waseTishbhi, sathi, Suka, unyuke uye kukhawulela abathunywa bokumkani wakwaSamari, uthethe kubo, uthi, Kungokuba kungekho Thixo kwaSirayeli na, le nto niya kubuzisa kuBhahalizebhubhi, uthixo wase-Ekron?

2 Ookumkani 1

2 Ookumkani 1:1-5