2 Ookumkani 1:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafa ke ngokwelizwi likaYehova elathethwa nguEliya. UYehoram waba ngukumkani esikhundleni sakhe, ngomnyaka wesibini kaYehoram unyana kaYehoshafati, ukumkani wakwaYuda; ngokuba yena ebengenanyana.

2 Ookumkani 1

2 Ookumkani 1:10-18