2 Ookumkani 1:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uEliya, wathi kubo, Ukuba ke ndingumfo wakwaThixo, makuhle umlilo ezulwini, ukudle wena namashumi omahlanu akho. Wehla ke umlilo kaThixo ezulwini, wamdla yena namashumi omahlanu akhe.

2 Ookumkani 1

2 Ookumkani 1:9-18