2 Ookumkani 1:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uEliya, wathi kumthetheli-mashumi-mahlanu, Ukuba ke mna ndingumfo wakwaThixo, makuhle umlilo ezulwini, ukudle wena namashumi omahlanu akho. Kwehla ke umlilo ezulwini, wamdla yena namashumi omahlanu akhe.

2 Ookumkani 1

2 Ookumkani 1:7-12