2 Kwabasetesalonika 3:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku siyanithethela, bazalwana, egameni leNkosi yethu uYesu Kristu, ukuba nikhwebuke kubo bonke abazalwana abahamba ngokunxaxha, bengahambi ngokwesithethe abasamkeláyo kuthi.

2 Kwabasetesalonika 3

2 Kwabasetesalonika 3:1-13