2 Kwabasetesalonika 3:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yanga ke iNkosi yoxolo ngokwayo inganinika uxolo ngamaxa onke, ngeendlela zonke. INkosi mayibe nani nonke.

2 Kwabasetesalonika 3

2 Kwabasetesalonika 3:6-18