2 Kwabasetesalonika 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makungabikho bani unilukuhlayo nangalunye uhlobo; ngokuba ayinakufika yona, lungakhanga lufike ulahlo kuqala, atyhileke umntu wesono, unyana wotshabalalo;

2 Kwabasetesalonika 2

2 Kwabasetesalonika 2:1-13