2 Kwabasetesalonika 2:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nemiqondiso, nezimanga zobuxoki, nangako ukulukuhla konke kokungalungisi kwabo batshabalalayo; ngenxa enokuba bengakwamkelanga ukuyithanda inyaniso, ukuze basindiswe.

2 Kwabasetesalonika 2

2 Kwabasetesalonika 2:9-17