2 Kwabasetesalonika 1:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngokokude thina ngokwethu siqhayise ngani emabandleni kaThixo, ngenxa yonyamezelo lwenu, nokholo lwenu, ezintshutshisweni zenu zonke, nasezimbandezelweni enizinyamezelayo;

2 Kwabasetesalonika 1

2 Kwabasetesalonika 1:1-5