2 Kwabasekorinte 9:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

besithi nje, ngako ukucikideka kolo lulungiselelo, bamzukise uThixo ngenxa yokulululamela kwenu uvumo lwenu ngokusingisele kwiindaba ezilungileyo zikaKristu, nangenxa yokunyanisa kokudlelana kwenu ngokusingisele kubo nakubantu bonke;

2 Kwabasekorinte 9

2 Kwabasekorinte 9:11-15