2 Kwabasekorinte 8:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoku ke yenzeni niyifeze loo nto, ukuze, kwanjengokuba bekukho intumekelelo yokuthanda, kwangokunjalo kubekho nokuyifeza ngeninako.

2 Kwabasekorinte 8

2 Kwabasekorinte 8:8-14