2 Kwabasekorinte 7:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Sínawo nje ngoko la madinga, zintánda, masizihlambulule kuko konke ukudyobheka kwenyama nokomoya sibufeza ubungcwele, sisoyika uThixo.

2 Kwabasekorinte 7

2 Kwabasekorinte 7:1-7