kuba uthi,Ndakúva ngexesha elamkelekileyo,Ndakúsiza ngomhla wosindiso.(UIsaya 49:8)Yabonani, lingoku ixesha elamkeleke kakuhle; yabonani, ungoku umhla wosindiso: