2 Kwabasekorinte 6:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inakudibana kuní na ke itempile kaThixo nezithixo? Kuba nina niyitempile kaThixo ophilileyo; njengokuba watshoyo uThixo ukuthi, Ndiya kuhlala phakathi kwabo, ndihambe phakathi kwabo; ndibe nguThixo wabo, babe ngabantu bam bona.

2 Kwabasekorinte 6

2 Kwabasekorinte 6:6-18