2 Kwabasekorinte 6:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musani ukunxulumana nabolunye uhlobo, abangakholwayo ke; kuba kunakwabelana kuni na ubulungisa nokuchasa umthetho? Kunabudlelane buni na ke ukukhanya nobumnyama?

2 Kwabasekorinte 6

2 Kwabasekorinte 6:8-18