2 Kwabasekorinte 5:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba asibuyi siziyaleze kuni; sininika ithuba lokuzingca ngathi; ukuze nibe nalo ilizwi ngakwabo bazingcayo ngobuso, bengazingci ngantliziyo.

2 Kwabasekorinte 5

2 Kwabasekorinte 5:4-14