2 Kwabasekorinte 5:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kuba siyazi ukuba, xa ithe yachithwa indlu yethu esemhlabeni, engulo mnquba, sinesakhiwo esiphuma kuThixo, indlu yona emazulwini, engenakwenziwa ngazandla, engunaphakade.

2. Kuba kuló siyancwina, silangazelela ukwambatha, saleke indlu yethu yasemazulwini;

3. ukuba siya kufunyanwa sambethe okunene, singezé.

2 Kwabasekorinte 5