2 Kwabasekorinte 4:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba nguThixo, yena wathi ukhanyiso malukhanye ebumnyameni, okhanyisele iintliziyo zethu, ukuze kukhanye ukwaziwa kobuqaqawuli bukaThixo ebusweni bukaYesu Kristu.

2 Kwabasekorinte 4

2 Kwabasekorinte 4:1-11