2 Kwabasekorinte 4:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kungoko singethi mandla; kuba nokuba umntu wethu wangaphandle uya esonakala, usuka yena owangaphakathi aye ehlaziyeka imihla ngemihla.

2 Kwabasekorinte 4

2 Kwabasekorinte 4:9-18