2 Kwabasekorinte 3:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zesuka noko zaqaqadekiswa iingqiqo zabo; kuba nanamhla sisahleli kwaeso sigqubuthelo ekulesweni kwawo umnqophiso omdala, singabhenqwanga, nto leyo ke ibhangayo kuKristu.

2 Kwabasekorinte 3

2 Kwabasekorinte 3:8-18