2 Kwabasekorinte 2:8-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. Kungoko ndiniyalayo, ndíthi, luzinziseni uthando kuye;

9. kuba ndabhalela kona oku, ukuze ndikwazi ukucikideka kwenu, ukuba ningábevayo na ezintweni zonke.

10. Enimxolelayo ke into, ndiyamxolela nam; kuba nam, ukuba ndixolele into endiyixoleleyo, ndenzé ngenxa yenu, phambi kukaKristu;

2 Kwabasekorinte 2