2 Kwabasekorinte 13:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Sendixele kade, ndixela ngenxa engaphambili, njengoko ndandikho okwesibini, nanjengoku ndingekhoyo ngoku, ndibaxelela abo boné kade, nabanye bonke, okokuba xa ndithe ndabuya ndafika, andiyi kubaconga;

2 Kwabasekorinte 13

2 Kwabasekorinte 13:1-8