2 Kwabasekorinte 12:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ithe yona kum, Ubabalo lwam lukwanele; kuba amandla am azalisekiswa ekuswelekeni kwamandla.Ngoko kokukhona sendiya kuqhayisa kamnandi kakhulu ngokuswela kwam amandla, ukuze ahlale phezu kwam amandla kaKristu.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:6-12