2 Kwabasekorinte 12:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ukuze ndingaziphakamisi ngokungaphezulu ngenxa yezityhilelo eziyincamisa, ndanikwa uviko enyameni, isithunywa sikaSathana, ukuze sindintlithe, ukuze ndingaziphakamisi ngokungaphezulu.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:4-10