2 Kwabasekorinte 12:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndamyala uTito, ndathuma umzalwana lowo kunye naye. Wanidla na ke uTito? Asihambanga moyeni mnye, yini na? Asihambanga mkhondo mnye, yini na?

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:11-21