2 Kwabasekorinte 12:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ke, kuya kuba mnandi kakhulu ukuba ndichithe, ndidleke kuphele, ngenxa yemiphefumlo yenu; nakuba okukhona ndinithandayo kakhulu, kokukhona ndithandwa kancinane.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:13-21