2 Kwabasekorinte 12:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Sendisuke ndaba ngoswele ukuqonda ngokuqhayisa; ndinyanzelwe nini. Kuba mna ndibe ndifanele ukuyalezwa nini; kuba andisilelanga nganto kubapostile* abo baziincamisa, nakuba ndingento yanto.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:6-12