2 Kwabasekorinte 11:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanjalo xa ndandikho kuni, ndiswele, andibanga mthwalo mntwini; kuba ukuswela kwam bakwenzelela abazalwana, bakùvela kwelaseMakedoni; ndathi ngeendawo zonke ndazigcina, andaba bunzima kuni, ndisaya kuzigcina nangoku.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:1-14