2 Kwabasekorinte 11:30-33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Ukuba ndimelwe kukuqhayisa, ndoqhayisa ngezinto zokuswela amandla kwam.

31. UThixo, uYise weNkosi yethu uYesu Kristu, ongowokubongwa ngonaphakade, uyazi ukuba andixoki.

32. EDamasko umphathi-luhlanga ka-Areta, ukumkani, wayewulinda umzi waseDamasko, efuna ukundibamba;

33. ndaza ngekroba ndathotywa ngomnyazi eludongeni, ndasinda ezandleni zakhe.

2 Kwabasekorinte 11