2 Kwabasekorinte 11:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kaloku niyanyamezela, ukuba umntu unenza amakhoboka, ukuba umntu uyanidla, ukuba umntu uyanibambisa, ukuba umntu uyaziphakamisa, ukuba umntu uyanibetha ebusweni.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:15-24