2 Kwabasekorinte 11:11-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Ngani na ke? Ngokuba ndingànithandi na? Hayi, uThixo uyazi.

12. Endikwenzayo ke ndiya kukwenza, ukuze ndibahluthe ithuba lokujinda abafuna ithuba; ukuze entweni abaqhayisa ngayo, bafunyanwe bekwanjengathi.

13. Kuba abo banjalo ngabapostile ababuxoki, ngabasebenzi abakhohlisayo, bezimilisa okwabapostile bakaKristu.

2 Kwabasekorinte 11