2 Kwabasekorinte 10:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba asinabuganga bakuzibalela nakuzifanisa nabo abathile abaziyalezayo; bona àbanangqondo, bezilinganisela nje kwakubo ngokwabo, bezifanisa nje nabo ngokwabo.

2 Kwabasekorinte 10

2 Kwabasekorinte 10:5-18