2 Kwabasekorinte 10:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ndiyaniyala ngabo ubulali nokuthantamisa kukaKristu, mna Pawulos ngokwam, ndingothobekileyo kambe ngembonakalo, xa ndiphakathi kwenu, kodwa ndakuba ndingekho ndiba nobugagu kuni:

2 Kwabasekorinte 10

2 Kwabasekorinte 10:1-3