2 Kwabasekorinte 1:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba asinibhaleli zimbi izinto, ikwazezo nizilesayo, nizaziyo kakuhle. Ndiyathemba ke ukuba niya kuzazi kakuhle, kude kuse nasekupheleni,

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:4-16