2 Kwabasekorinte 1:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nakubon' ukuba niyancedisa nani ngokusikhungela, ukuze isipho esingokubabalwa, esenzelwe sona thina ngabantu abaninzi, sibulelwe ngabaninzi ngenxa yethu.

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:3-20