2 Kutimoti 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwangolo hlobo ke, bàthi ooYanes noYambres bamchasa uMoses, ngokunjalo nabo aba bayayichasa inyaniso. Bangabantu abonákele iingqiqo, abangenakucikideka ngakulo ukholo.

2 Kutimoti 3

2 Kutimoti 3:1-14