2 Kutimoti 2:3-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

3. Wena ngoko bunyamezele ububi, njengomphumi-mkhosi olungileyo kaKristu Yesu.

4. Akukho namnye uthi, ephuma umkhosi, azibhijele ngemicimbi yobu bomi; ukuze amkholise lowo umnyulele ukuphuma umkhosi.

5. Nakuba ke ubani esithi azame emdlalweni, akathweswa sithsaba, ukuba akathanga azame ngokomthetho.

6. Umlimi lowo ubulalekayo, umelwe kukwamkela kuqala kwiziqhamo.

2 Kutimoti 2