2 Kutimoti 2:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ngoko umntu uthe wazikhuphulula kwezo zinto, woba sisitya sembeko, singcwalisiwe, simlungele kakuhle umninindlu, silungiselwe wonke umsebenzi olungileyo.

2 Kutimoti 2

2 Kutimoti 2:14-26