2 Kutimoti 1:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Endithi ngenxa yelo thuba ndikukhumbuze, ukuba usikhwezele isipho sokubabalwa kwakho nguThixo, esikhoyo kuwe ngokubekwa kwezandla zam phezu kwakho.

2 Kutimoti 1

2 Kutimoti 1:3-11